KWABASE-EFESE 5:33
KWABASE-EFESE 5:33 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kodwa ke manithi nani ngabanye, elowo amthande umkakhe, njengoko azithanda ngako; umfazi ke makayoyike indoda.
Yabelana
Funda KWABASE-EFESE 5KWABASE-EFESE 5:33 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe ke ikwasingisele nakuni. Ngoko ke yonke indoda mayimthande umfazi wayo, kanye ngale ndlela izithanda ngayo nayo. Ngokukwanjalo ke wonke umfazi makayihlonele indoda yakhe.
Yabelana
Funda KWABASE-EFESE 5