IGENESIS 17:19
IGENESIS 17:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uThixo, Ewe, uSara umkakho úya kukuzalela unyana, umbize ngegama lokuba nguIsake;• ndíwumise umnqophiso wam naye, ube ngumnqophiso ongunaphakade kwimbewu yakhe emva kwakhe.
Yabelana
Funda IGENESIS 17IGENESIS 17:19 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uthe uThixo: “Hayi, uSara umkakho uza kuzala inkwenkwe. Uzuthi nguIsake igama layo. Umnqophiso wam ndowugcina kuye nakwinzala yakhe ngalo lonke ixesha, ingumnqophiso ongayi kujika nanini na.
Yabelana
Funda IGENESIS 17