IGENESIS 17:8
IGENESIS 17:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Lo mhlaba ungumfiki kuwo, ndiza kukunika wona uwume kunye nenzala yakho. Wonke umhlaba waseKanana uya kumiwa yinzala yakho ngalo lonke ixesha, mna ndibe nguThixo wabo.”
Yabelana
Funda IGENESIS 17IGENESIS 17:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ndílinike wena nembewu yakho emva kwakho ilizwe lokuphambukela kwakho, lonke ilizwe eli lakwaKanan, ukuba libe yinto yenu ngonaphakade, ndibe nguThixo wabo.
Yabelana
Funda IGENESIS 17