UISAYA 40:2
UISAYA 40:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Thethani kakuhle neYerusalem, nimemeze kuyo, nithi kuzalisekile ukuphuma kwayo umkhosi; nithi, buhlawulelwe ubugwenxa bayo; nithi, yamkeliswe esandleni sikaYehova okuphindwe kabini kwizono zayo zonke.
UISAYA 40:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Thethani kakuhle neJerusalem; dandulukani niyixelele ukuba umzabalazo wayo ufezekile. Kaloku izono zayo zixolelwe; *uNdikhoyo uyibonelele ngaphezu kunobugwenxa bayo.”
UISAYA 40:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ziveni nikhululekile ukuthetha neYerusalem, nimemeze kuyo, nithi kuphelile ukulwa kwayo, nokuba buxolelwe ububi bayo; ngokuba wamkela esandleni sikaYehova kabini ngenxa yezono zakhe zonke.
UISAYA 40:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Tetani kamnandi kwi‐Yerusaleme, nishumayele kuyo, ukuba ukulwa kwayo kuzalisekile, ukuba inkohlakalo yayo ihlaulelwe; ukuba yamkele esandleni SIKAYEHOVA ngokupindiweyo ngenxa yazo zonke izono zayo.