UISAYA 50:7
UISAYA 50:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa INKOSI e NGUYEHOVA iya kundinceda: ngako oko andiyi kumatiswa; ngako oko ndimisile ubuso bam njengelitye elilukuni; ndisazi nje ukuba andiyi kudaniswa.
Yabelana
Funda UISAYA 50UISAYA 50:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke iNkosi uYehova iya kundinceda; ngenxa yoko andihlazekanga; ngenxa yoko ndabenza ubuso bam banjengeqhwitha; ndiyazi ukuba andiyi kudana.
Yabelana
Funda UISAYA 50