UYOHANE 20:27-28
UYOHANE 20:27-28 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Aze athi kuTomas, Ethe apha umnwe wakho, uzibone izandla zam; khawusondeze apha isandla sakho, usifake ecaleni lam; musa ukuba ngongakholwayo, yiba ngokholwayo. Waphendula uTomas, wathi kuye, Nkosi yam, Thixo wam!
UYOHANE 20:27-28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Andule athi kuTomas, Ethe apha umnwe wakho, uzibone izandla zam; ethe isandla sakho, usifake ecaleni lam; musa ukuba ngongakholwayo, yiba ngokholwayo. Uphendule uTomas, wathi kuye, Nkosi yam, Thixo wam!
UYOHANE 20:27-28 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waza wathi kuTomas: “Faka apha umnwe wakho, uzibone izandla zam. Solule isandla sakho, usifake ephangweni lam. Yeka ukungakholwa oku! Kholwa!” Waphendula uTomas wathi kuye: “Nkosi yam! Thixo wam!”
UYOHANE 20:27-28 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wandula wati ku‐Tomasi: Sondeza umnwe wako apa, ukangele izandla zam; sisondeze nesandla sako, usifake ecaleni lam; uz’ ungabi ungakolwa, ube ukolwa. Waza wapendula u‐Tomasi wati kuye: NKOSI yam NOTIXO wam!