UYOHANE 4:25-26
UYOHANE 4:25-26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ithi intokazi kuye, Ndiyazi ukuba uMesiya uyeza, ekuthiwa nguKristu;• xa athe weza yena, uya kusityela izinto zonke. Athi uYesu kuyo, Mna ndithethayo nawe ndinguye.
Yabelana
Funda UYOHANE 4UYOHANE 4:25-26 IBHAYIBHILE (XHO96)
Loo mfazi wathi kuye: “Ndiyazi ukuba *uMesiya, ekuthiwa *nguKrestu, uyeza. Wothi ke akufika asixelele konke.” UYesu wathi kuye: “Nguye kanye lo uthetha nawe.”
Yabelana
Funda UYOHANE 4