UYOHANE 5:39-40
UYOHANE 5:39-40 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam. Nibe ke nina ningathandi ukuza kum, ukuze nibe nobomi.
Yabelana
Funda UYOHANE 5UYOHANE 5:39-40 IBHAYIBHILE (XHO96)
Niyaziphengulula *iziBhalo, nizicingela okokuba ninobomi obungonaphakade ngokuzifunda; kanti zona zingqina ngam, kodwa nina anifuni ukuza kum ukuze nibe nabo obo bomi.
Yabelana
Funda UYOHANE 5