ULUKA 12:24
ULUKA 12:24 IBHAYIBHILE (XHO96)
Qondani ngamahlungulu la. Wona akahlwayeli, engavuni nokuvuna; akanasisele, engenavimba; kanti noko uThixo uyawondla! Ke nina nibeke phi na ukuxabiseka kuneentaka!
Yabelana
Funda ULUKA 12ULUKA 12:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Qondani ngamahlungulu la, ngokuba akahlwayeli, akavuni; kuwo akukho qonga navimba, kanti noko uThixo uyawondla; nina nibeke phi na ke, ukuzigqitha iintaka!
Yabelana
Funda ULUKA 12