ULUKA 23:33
ULUKA 23:33 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bathi ke bakufika kwindawo le kuthiwa luKakayi, bambethelela emnqamlezweni khona apho, kwanabenzi bobubi abo, omnye ngasekunene, nomnye ngasekhohlo.
Yabelana
Funda ULUKA 23ULUKA 23:33 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bakufika kuloo ndawo kuthiwa luKhakhayi, bambethelela emnqamlezweni khona apho uYesu, bezibethelela kwanezihange ezo, esinye ngasekunene, nesinye ngasekhohlo.
Yabelana
Funda ULUKA 23