ULUKA 9:24
ULUKA 9:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba osukuba ethanda ukuwusindisa umphefumlo wakhe, wolahlekelwa nguwo; ke othe wawulahla umphefumlo wakhe ngenxa yam, wowusindisa lowo.
Yabelana
Funda ULUKA 9ULUKA 9:24 IBHAYIBHILE (XHO96)
kuba othe wabukokosa ubomi bakhe, wolahlekelwa bubo; kodwa othe wabuncama ubomi bakhe ngenxa yam, wobusindisa.
Yabelana
Funda ULUKA 9