ULUKA 9:58
ULUKA 9:58 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waza uYesu wathi kuye, Iimpungutye zinemingxuma, neentaka zezulu zineendawo zokuhlala; ke yena uNyana woMntu akanayo nendawo angalalisa kuyo intloko yakhe.
Yabelana
Funda ULUKA 9ULUKA 9:58 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waza uYesu wathi kuye: “Iimpungutye zinemingxuma, neentaka zineendlwana; kodwa yena *uNyana woLuntu akanayo nendawo le yokufaka intloko.”
Yabelana
Funda ULUKA 9