UMATEYU 14:16-17
UMATEYU 14:16-17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uthe ke kubo uYesu, Akufuneki ukuba zimke; zipheni nina zitye. Bathi ke bona kuye, Asinanto apha, ingezizo izonka ezihlanu neentlanzi ezimbini.
Yabelana
Funda UMATEYU 14UMATEYU 14:16-17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa uYesu wathi kubo: “Akukho mfuneko yakuba bemke. Bapheni nina ukutya.” Bathi ke kuye: “Asinakutya apha. Sinezonka ezihlanu neentlanzi ezimbini kuphela.”
Yabelana
Funda UMATEYU 14