UMATEYU 16:17
UMATEYU 16:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waphendula uYesu wathi kuye, Ùnoyolo, Simon kaYona, ngokuba akukutyhilelwanga oku yinyama negazi, ukutyhilelwe nguBawo osemazulwini.
Yabelana
Funda UMATEYU 16UMATEYU 16:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waphendula uYesu wathi kuye: “Unethamsanqa wena, Simon nyana kaJona, kuba le nto akuyityhilelwanga ngumntu, uyityhilelwe nguBawo osezulwini.
Yabelana
Funda UMATEYU 16