UMATEYU 16:26
UMATEYU 16:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba, kumnceda ntoni na umntu, ukuba uthe wazuza ihlabathi liphela, waza wonakalelwa ke ngumphefumlo wakhe? Okanye worhola ntoni na umntu, ibe sisananelo somphefumlo wakhe?
Yabelana
Funda UMATEYU 16UMATEYU 16:26 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku komnceda ntoni na umntu, ukuba uthe walizuza ihlabathi liphela, kodwa walahlekelwa bubomi bakhe? Okanye umntu angakhupha ntoni na exabisekileyo ukuze angàlahlekelwa bubomi bakhe?
Yabelana
Funda UMATEYU 16