UMATEYU 19:21
UMATEYU 19:21 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYesu kuyo, Ukuba unga ungafezeka, hamba uye kuthengisa ngeempahla zakho, uphe amahlwempu; wòba nobutyebi emazulwini; uze ke undilandele.
Yabelana
Funda UMATEYU 19UMATEYU 19:21 IBHAYIBHILE (XHO96)
UYesu wathi kuye: “Ukuba ufuna ukufeza konke ngokupheleleyo, hamba uye kuzithengisa zonke izinto onazo, wabele amahlwempu imali leyo; woba nobutyebi ezulwini; uze kum ke, undilandele.”
Yabelana
Funda UMATEYU 19