UMATEYU 23:25
UMATEYU 23:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yeha, nina babhali, baFarisi, bahanahanisindini! Ngokuba nihlambulula umphandle wendebe nesitya, kanti ke ngaphakathi kuzele kukuphanga nokungazeyisi.
Yabelana
Funda UMATEYU 23UMATEYU 23:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Mawoo, nina bachazi-mthetho nani baFarasi, mamenemenendini! Nihlamba umphandle wendebe nesitya, kanti ngaphakathi zizele kokufunyenwe ngokuphanga nokunyoluka.
Yabelana
Funda UMATEYU 23