UMATEYU 23:28
UMATEYU 23:28 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngokukwanjalo nani ngaphandle nibonakala ebantwini ukuba ningamalungisa, kanti ngaphakathi nizele luhanahaniso nokuchasa umthetho.
Yabelana
Funda UMATEYU 23UMATEYU 23:28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokukwanjalo nani ngaphandle okunene nibonakala kubantu ningamalungisa, kanti ngaphakathi nizele luhanahaniso nokuchasene nomthetho.
Yabelana
Funda UMATEYU 23