IINDUMISO 45:17
IINDUMISO 45:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ndiya kwenza igama lako likunjulwe kuzo zonke izizukulwana: zoti ngoko izizwe zibulele kuwe kude kube ngunapakade kanapakade.
Yabelana
Funda IINDUMISO 45IINDUMISO 45:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kulikhankanya igama lakho kwizizukulwana ngezizukulwana zonke; Ngenxa yoko izizwe ziya kubulela kuwe ngonaphakade kanaphakade.
Yabelana
Funda IINDUMISO 45