IINDUMISO 75:1
IINDUMISO 75:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngxatsho ke, siyakubulela, Thixo! Siyalibabaza igama lakho ngenxa yemisebenzi yakho emangalisayo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 75IINDUMISO 75:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Siyabulela kuwe, Thixo, siyabulela; Lisondele igama lakho; Babalisa imisebenzi yakho ebalulekileyo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 75