የYouVersion አርማ
መጽሐፍ ቅዱስእቅዶችቪዲዮዎች
መተግበሪያውን ያግኙ
የቋንቋ መምረጫ
የፍለጋ አዶ

ከ{{ምዕራፍ}} ታዋቂ የመጽሐፍ ቅዱስ ጥቅሶች

1

iGenesis iGenesis 2:24

Contemporary Xhosa Bible 2024

Ngoko ke, indoda iya kumshiya uyise nonina, inamathele emfazini wayo, baze babe nyama-nye.

አወዳድር

{{ጥቅስ}} ያስሱ

2

iGenesis iGenesis 2:18

Contemporary Xhosa Bible 2024

Wathi uYehova uThixo, Akulungile ukuba umntu abe yedwa; ndiya kumenzela umncedi olingana naye.

አወዳድር

{{ጥቅስ}} ያስሱ

3

iGenesis iGenesis 2:7

Contemporary Xhosa Bible 2024

uYehova uThixo wambumba umntu ngothuli lwasemhlabeni, waphefumlela emathatheni akhe impefumlo yobomi; umntu ke waba ngumphefumlo ophilileyo.

አወዳድር

{{ጥቅስ}} ያስሱ

4

iGenesis iGenesis 2:23

Contemporary Xhosa Bible 2024

Wathi uAdam, Eli ke ngoku lithambo lasemathanjeni am, yinyama yasenyameni yam; ukubizwa kothiwa ngumfazi, ngokuba ethatyathwe endodeni.

አወዳድር

{{ጥቅስ}} ያስሱ

5

iGenesis iGenesis 2:3

Contemporary Xhosa Bible 2024

uThixo uyalusikelela usuku lwesixhenxe aze alungcwalise, kuba waphumla ngalo emva kwawo wonke umsebenzi wokudala awawenzayo.

አወዳድር

{{ጥቅስ}} ያስሱ

6

iGenesis iGenesis 2:25

Contemporary Xhosa Bible 2024

Baye bobabini behamba ze, umntu lowo nomkakhe, bengenazintloni.

አወዳድር

{{ጥቅስ}} ያስሱ

የቀድሞው ምዕራፍ
ቀጣይ ምዕራፍ
YouVersion

በየቀኑ ከእግዚአብሔር ጋር የቅርብ ግንኙነት እንዲኖርዎ እንዲፈልጉ የሚያበረታታዎ እና የሚሞግትዎ።

አገልግሎት

ስለ

ሙያዎች

በጎ ፈቃደኛ

ብሎግ

ተጫን / ይንኩት

ጠቃሚ ማስፈንጠሪያዎች

እገዛ

ልገሳ

የመጽሐፍ ቅዱስ እትሞች

የድምጽ መጽሐፍ ቅዱስ

የመጽሐፍ ቅዱስ ቋንቋዎች

የዕለቱ ጥቅስ


የዲጂታል አገልግሎት

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

የግለሰብነት መመሪያ / የግለሰብ አቋም መመሪያውሎች
የተጋላጭነት ገለጻ ፕሮግራም
ፌስቡክትዊተርኢንስታግራምዩትዩብፒንትረስት

ቤት

መጽሐፍ ቅዱስ

እቅዶች

ቪዲዮዎች