1
KWABASETESALONIKA I 4:17
IZIBHALO EZINGCWELE
sandule thina babudlayo ubomi, basaseleyo, sixwilelwe emafini kwakunye nabo, siye kuyikhawulela iNkosi esibhakabhakeni; size ngokunjalo sihlale sihleli, sindawonye neNkosi.
Compare
Explore KWABASETESALONIKA I 4:17
2
KWABASETESALONIKA I 4:16
Ngokuba iNkosi ngokwayo iya kuhla emazulwini inendanduluko, inelizwi lesiphatha-zithunywa, inexilongo likaThixo, baze abafele kuKristu bavuke kuqala
Explore KWABASETESALONIKA I 4:16
3
KWABASETESALONIKA I 4:3-4
Kuba oku kukuthanda kukaThixo, ukungcwaliswa kwenu, ukuba nikhumke kulo uhenyuzo; ukuba elowo kuni ákwazi ukusizuza asiphathe esakhe isitya• enobungcwalisa, enembeko
Explore KWABASETESALONIKA I 4:3-4
4
KWABASETESALONIKA I 4:14
Kuba xa sikholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka, kwangokunjalo naye uThixo woza nabo abalele ukufa ngaye uYesu, kunye naye.
Explore KWABASETESALONIKA I 4:14
5
KWABASETESALONIKA I 4:11
nokuba nizondelele ukuba nizole, nenze ezenu izinto, nisebenze ngezenu izandla, njengoko saniyalayo
Explore KWABASETESALONIKA I 4:11
6
KWABASETESALONIKA I 4:7
Kuba uThixo akasibizelanga ekungcoleni; usibizele ebungcwaliseni.
Explore KWABASETESALONIKA I 4:7
Home
Bible
Plans
Videos