1
KWABASETESALONIKA I 5:16-18
IZIBHALO EZINGCWELE
Hlalani nivuya. Thandazani ningayeki. Ezintweni zonke bulelani; kuba oko kukuthanda kukaThixo kuKristu Yesu ngani.
Compare
Explore KWABASETESALONIKA I 5:16-18
2
KWABASETESALONIKA I 5:23-24
Wanga ke uThixo woxolo ngokwakhe anganingcwalisa niphelelisekile; uthi, ugqibelele owenu umoya nomphefumlo nomzimba, ugcinwe ngokungenakusoleka ekufikeni kweNkosi yethu uYesu Kristu. Uthembekile onibizayo, oya kukwenza nokukwenza oko.
Explore KWABASETESALONIKA I 5:23-24
3
KWABASETESALONIKA I 5:15
Lumkani, kungabikho bani ubuyekeza ububi ngobubi nakubani; hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye, nakubantu bonke.
Explore KWABASETESALONIKA I 5:15
4
KWABASETESALONIKA I 5:11
Kungoko ndithi, Thuthuzelanani, nákhane, kwanjengokuba nisenjenjalo.
Explore KWABASETESALONIKA I 5:11
5
KWABASETESALONIKA I 5:14
Siyanivuselela ke, bazalwana, balulekeni abanxaxhayo; bakhuzeni abamxhelo mncinane; basekeleni abathambileyo; yibani nokuzeka kade umsindo kubantu bonke.
Explore KWABASETESALONIKA I 5:14
6
KWABASETESALONIKA I 5:9
Ngokuba uThixo akasimiselanga ngqumbo; usimisele ukuzuza usindiso ngayo iNkosi yethu uYesu Kristu
Explore KWABASETESALONIKA I 5:9
7
KWABASETESALONIKA I 5:5
Nonke nina ningabokukhanya, abemini; asingabobusuku, asingabobumnyama.
Explore KWABASETESALONIKA I 5:5
Home
Bible
Plans
Videos