1
INTSHUMAYELI 12:13
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ukuhlanganiswa kwentetho, yakuba ivakele into yonke, nanku: Yoyika uThixo, ugcine imithetho yakhe; ngokuba indawo leyo yimfanelo yoluntu lonke.
Compare
Explore INTSHUMAYELI 12:13
2
INTSHUMAYELI 12:14
Ngokuba izenzo zonke uThixo uya kuzizisa ekugwetyweni, izinto zonke ezifihlakeleyo, nokuba zilungile nokuba zimbi.
Explore INTSHUMAYELI 12:14
3
INTSHUMAYELI 12:1-2
Uze umkhumbule ke uMdali wakho ngemihla yobutsha bakho, ingekezi imihla yobubi, ingekafiki iminyaka owothi ngayo, Ayindiyolele; lingekabi mnyama ilanga, nokukhanya, nenyanga, neenkwenkwezi, engekabuyi amafu emva kwemvula
Explore INTSHUMAYELI 12:1-2
4
INTSHUMAYELI 12:6-7
ingekaqhawuki intambo yesilivere, lityumke iselwa legolide, uqhekeke umphanda emthonjeni, yaphuke ivili iwe equleni; lungekabuyeli emhlabeni uthuli, njengoko belunjalo, umoya ubuyele kuThixo owawunikayo.
Explore INTSHUMAYELI 12:6-7
5
INTSHUMAYELI 12:8
Amampunge awo amampunge, itsho iNtshumayeli; into yonke ingamampunge.
Explore INTSHUMAYELI 12:8
Home
Bible
Plans
Videos