1
INGOMA YAZO IINGOMA 1:2
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Makandange ngokwanga komlomo wakhe; Ngokuba izincokoliso zakho zimnandi ngaphezu kwewayini.
Compare
Explore INGOMA YAZO IINGOMA 1:2
2
INGOMA YAZO IINGOMA 1:4
Nditsale, sogidima emva kwakho; Ukuba ukumkani undingenise ezingontsini zakhe, Sogcoba, sivuye ngawe. Sozikhankanya izincokoliso zakho ngaphezu kwewayini; Zikuthanda zinyanisile.
Explore INGOMA YAZO IINGOMA 1:4
Home
Bible
Plans
Videos