1
IMIZEKELISO 23:24
IZIBHALO EZINGCWELE
Úgcoba kakhulu uyise welungisa; Ozele isilumko uyavuya ngaso.
Compare
Explore IMIZEKELISO 23:24
2
IMIZEKELISO 23:4
Musa ukuzidinisa ngokufuna ubutyebi; Yeka okwakho ukuqonda.
Explore IMIZEKELISO 23:4
3
IMIZEKELISO 23:18
Inene, kukho ikamva, Nethemba lakho aliyi kunqunyulwa.
Explore IMIZEKELISO 23:18
4
IMIZEKELISO 23:17
Intliziyo yakho mayingabamoneli aboni; Ke mayizonde ukoyika uYehova imini yonke
Explore IMIZEKELISO 23:17
5
IMIZEKELISO 23:13
Musa ukuluyeka uqeqesho emntwaneni; Ukuba ùthe wambetha ngentonga akayi kufa.
Explore IMIZEKELISO 23:13
6
IMIZEKELISO 23:12
Yinikele intliziyo yakho eluqeqeshweni, Neendlebe zakho entethweni yokwazi.
Explore IMIZEKELISO 23:12
7
IMIZEKELISO 23:5
Amehlo akho ùya kuwasukelisa ubutyebi na, bungekho nje? Kuba bona buzenzela amaphiko, Buphaphazela njengexhalanga elisinge ezulwini.
Explore IMIZEKELISO 23:5
8
IMIZEKELISO 23:22
Mphulaphule uyihlo, lowo wakuzalayo, Ungamdeli unyoko akuba mkhulu.
Explore IMIZEKELISO 23:22
Home
Bible
Plans
Videos