1
IMIZEKELISO 24:3
IZIBHALO EZINGCWELE
Indlu yona yakhiwa ngobulumko; Izinziswe ngengqondo
Compare
Explore IMIZEKELISO 24:3
2
IMIZEKELISO 24:17
Musa ukuvuya ekuweni kotshaba lwakho, Ingagcobi intliziyo yakho ekukhubekeni kwalo
Explore IMIZEKELISO 24:17
3
IMIZEKELISO 24:33-34
Ithi, Intwana yobuthongo, intwana yokozela, Intwana yokukhwabusha izandla ukuba ndilale: Boza ubuhlwempu bakho njengomphangi; Nokuswela kwakho njengendoda enengweletshetshe.
Explore IMIZEKELISO 24:33-34
Home
Bible
Plans
Videos