1
1 KWABASEKORINTE 2:9
IBHAYIBHILE
Kodwa ke kunjengoko zitshoyo *iziBhalo ukuthi: “Izinto ezingabonwanga liso, nezingaviwanga ndlebe, nezingathanga qatha ntliziyweni yamntu, zezi kanye uThixo wazilungiselela abo bamthandayo.”
Compare
Explore 1 KWABASEKORINTE 2:9
2
1 KWABASEKORINTE 2:14
Ke umntu ongenaye uMoya akazamkeli izinto zoMoya kaThixo, kuba zibubudenge kuye. Kaloku akanakuziqonda, kuba ukuxabiseka kwazo kuqondwa kuphela ngulowo ukhokelwa nguMoya.
Explore 1 KWABASEKORINTE 2:14
3
1 KWABASEKORINTE 2:10
UThixo wazityhila kuthi ke ezi ndaba ngoMoya wakhe; kuba uMoya uphengulula zonke izinto, nobunzulu bobume bukaThixo.
Explore 1 KWABASEKORINTE 2:10
4
1 KWABASEKORINTE 2:12
Ke thina asamkelanga moya simnikwe ngabantu; samkele uMoya esimnikwe nguThixo, ukuze sizazi izinto uThixo asibabale ngazo.
Explore 1 KWABASEKORINTE 2:12
5
1 KWABASEKORINTE 2:4-5
Ukuthetha kwam nokuvakalisa kwam uKrestu akubanga ngabuciko. Hayi, kube kukubonakalisa amandla oMoya kaThixo. Ngoko ke ukholo lwenu malungaxhomekeki bucikweni bamntu, kodwa malusekelwe ngamandla kaThixo.
Explore 1 KWABASEKORINTE 2:4-5
Home
Bible
Plans
Videos