1
AMAVA ENGQONDI 1:18
IBHAYIBHILE
XHO96
Ukukhula kobulumko kwandisa ukukhathazeka; kanti ke nokukhula kolwazi kongeza iinzingo.
Compare
Explore AMAVA ENGQONDI 1:18
2
AMAVA ENGQONDI 1:9
Into eyakha yakho yophinda ibe khona. Le nto yenzekileyo iya kuphinda yenzeke kwakhona. Akukho nto intsha phantsi kwelanga.
Explore AMAVA ENGQONDI 1:9
3
AMAVA ENGQONDI 1:8
Yonke into yindebelefele yendinisa engathethekiyo: iliso liyabona, kodwa alaneli; kanti nendlebe iyeva, kodwa ayihluthi.
Explore AMAVA ENGQONDI 1:8
4
AMAVA ENGQONDI 1:2-3
“Ngamampunge awo amampunge;” itsho iNgqondi, “ewe, ngokupheleleyo ngamampunge; yonk' into ngamampunge!” Kumnceda ntoni umntu ukuzabalaza esebenza? Ude azuze ntoni ngokubulaleka kwakhe apha phantsi kwelanga?
Explore AMAVA ENGQONDI 1:2-3
5
AMAVA ENGQONDI 1:14
Ndizibonile ke zonke izinto ezenziwayo phantsi kwelanga; zonke zingamampunge, nqwa nokusukelana nomoya.
Explore AMAVA ENGQONDI 1:14
6
AMAVA ENGQONDI 1:4
Izizukulwana ziyafika, izizukulwana ziyemka, kodwa ke lona ihlabathi limi ngonaphakade.
Explore AMAVA ENGQONDI 1:4
7
AMAVA ENGQONDI 1:11
Izinto zakudala azisakhunjulwa; ukanti ke nezi zanamhlanje izinto aziyi kwaziwa sisizukulwana esizayo.
Explore AMAVA ENGQONDI 1:11
8
AMAVA ENGQONDI 1:17
Ndazimisela ukuzuza ulwazi nobulumko, ndibuqonde ubutyhakala nobudenge, kodwa ndafikelela kwelithi naleyo into ifana nokusukelana nomoya.”
Explore AMAVA ENGQONDI 1:17
Home
Bible
Plans
Videos