“Mna Ndikhoyo ndikubizile;
ewe, ndingothembekileyo.
Kaloku ndosoloko ndinawe,
ndikulondoloze,
ndikwenze umnqophiso nabantu bam,
ube kukukhanya ezizweni.
Wena uza kuvula amehlo eemfama;
nguwe oza kukhulula amabanjwa;
nguwe oza kuvula intolongo emnyama.