1
IINDUMISO 145:18
IBHAYIBHILE
UNdikhoyo ukufuphi kwabo babhenela kuye, kwabo bamfuna benyanisekile.
Compare
Explore IINDUMISO 145:18
2
IINDUMISO 145:8
UNdikhoyo unesisa, yaye enovelwano. Yena unomonde; uyimvuze-mvuze bububele.
Explore IINDUMISO 145:8
3
IINDUMISO 145:9
UNdikhoyo uyabalungiselela bonke abantu; unemfobe ngazo zonke izinto azenzileyo.
Explore IINDUMISO 145:9
4
IINDUMISO 145:3
Ngenene *uNdikhoyo yingangalala, ufanele ukudunyiswa; obakhe ubukhulu abuphengululeki.
Explore IINDUMISO 145:3
5
IINDUMISO 145:13
Ulawulo lwakho alunamida yasiphelo; ubukhosi bakho bozityhutyha zonke izizukulwana. Ilizwi alithethileyo uNdikhoyo alidliwa nja, yaye unesisa kuko konke akwenzileyo.
Explore IINDUMISO 145:13
Home
Bible
Plans
Videos