1
IINDUMISO 146:5
IBHAYIBHILE
Hay' inyhweba yalowo uluncedo lunguThixo kaYakobi, lowo uthembele ngoNdikhoyo uThixo wakhe
Compare
Explore IINDUMISO 146:5
2
IINDUMISO 146:3
Musa ukukholosa ngamanene; sukuthemba umntu, kuba akaloncedo.
Explore IINDUMISO 146:3
3
IINDUMISO 146:7-8
umthetheleli wâbo baxhatshazwayo; umondli wâbo balambayo. UNdikhoyo uwathi jize ngenkululeko amabanjwa. UNdikhoyo ngumvuli wamehlo eemfama, umphakamisi wâbo bawileyo. UNdikhoyo ngumathand' amalungisa.
Explore IINDUMISO 146:7-8
4
IINDUMISO 146:6
ongumenzi wamazulu nehlabathi, ulwandle neento zonke ezilapho kulo; yena ungajikiyo kwizithembiso zakhe
Explore IINDUMISO 146:6
5
IINDUMISO 146:9
UNdikhoyo ngumkhuseli wabahambi nabangeneleli, umxhasi wabahlolokazi neenkedama. Ke bona abakhohlakeleyo uyabatshabalalisa.
Explore IINDUMISO 146:9
Home
Bible
Plans
Videos