1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:27
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
koko izinto ezibudenge zelizwe wazinyula UTIXO, ukuze adanise abalumkileyo; nezinto ezibutataka zelizwe wazinyula UTIXO, ukuze adanise izinto ezomeleleyo
Compare
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:27
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:18
Ngokuba ukuteta kwekuruse kububudenge kwababubayo, kodwa kungamandla KATIXO kuti basindiswayo.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:18
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:25
Ngokuba okubudenge BUKATIXO kulumkile ngapezu kwabantu; nokubutataka BUKATIXO kunamandla ngapezu kwabantu.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:25
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:9
Unyanisekile UTIXO, enite ngaye nabizelwa ebudlelaneni bonyana wake u‐Yesu Kristu INKOSI yetu.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:9
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:10
KEKALOKU ndiyanikunga, bazalwana! ngalo igama LENKOSI yetu u‐Yesu Kristu, ukuba nibe nokuteta okukwa kunye nonke, ize zingabiko impambano pakati kwenu, kodwa nibe nizalisekile kolukwa lunye uluvo nakwekwa nye ingcingo.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:10
6
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:20
Lipina ilumko? upina umba̔li? upina umpikisi welilizwe likoyo? UTIXO akabenzanga ubulumko belizwe eli bube bubudenge na?
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:20
Home
Bible
Plans
Videos