1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Koko, njengokuba kuba̔liwe: Izinto ezingabonwanga liliso, nezingaviwanga yindlebe, nezingangenanga entliziyweni yomntu, zezi izinto UTIXO azilungisele abo bamtandayo.
Compare
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:9
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:14
Kodwa umntu wokuvela akazamkeli izinto ZOMOYA KATIXO; ngokuba zibubudenge kuye; kanjako akangezazi, kuba ziqiqwa ngo KWOMOYA.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:14
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:10
Kodwa UTIXO uzityilile kuti ngaye UMOYA wake: ngokuba UMOYA epengulula izinto zonke, ewe, kwa izinto ezinzulu ZIKATIXO.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:10
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:12
Tina kodwa asiwamkelanga umoya welizwe, koko simamkele UMOYA ovela KUTIXO; ukuze sizazi ezozinto sizipiweyo NGUTIXO.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:12
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:4-5
Kwaye ukuteta kwam nokushumayela kwam bekungengamazwi acengayo obulumko babantu, bekungokubonakaliswa KWOMOYA nokwamandla: ukuze ukolo lwenu lungemi ebulumkweni babantu, koko lume emandleni KATIXO.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:4-5
Home
Bible
Plans
Videos