1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 4:17
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
sandule ukuti tina bahleliyo abo baseleyo sisuselwe kwa kunye nabo emafini ukuya kukaulela INKOSI esibakabakeni; nangokunjalo siya kubako NENKOSI ngamaxesha onke.
Compare
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 4:17
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 4:16
kuba yona INKOSI ngokwayo iya kuhla ezulwini ngendanduluko, ngelizwi lengelosi enkulu, nangexilongo LIKATIXO, bati abafileyo ku‐Kristu bavuke tanci
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 4:16
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 4:3-4
Ngokuba oku kuyintando KATIXO, ukungcwaliswa kwenu, ukuba nizile umbulo: ukuba ati omnye nomnye wenu akwazi ukubamba eyake impahla ebungcweleni nasekubekweni
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 4:3-4
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 4:14
Ngokuba sakukolwa ukuba u‐Yesu wafa wabuya wavuka, kwa njalo abo balala kukufa ngaye u‐Yesu UTIXO wobazisa kunye naye.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 4:14
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 4:11
nokuba nizamele ukuba sekuzoleni, nokuyenza eyenu imicimbi, nokusebenza ngezenu izandla, njengoko saniyalelayo
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 4:11
6
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 4:7
Ngokuba UTIXO engasibizelanga ubunco̔la, koko esibizile ukuba sibe sebungcweleni.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 4:7
Home
Bible
Plans
Videos