1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nani ke yanga ingati yona INKOSI inenze nanele nikolise ukwanda elutandweni lwenu omnye ngakwomnye nangakubo bonke abantu, kwa njengokuba nati sisenje njalo ngakuni
Compare
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:12
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:13
ukuze iqinise intliziyo zenu zibe zingenatyala ebungcweleni, ebusweni bake UTIXO nobawo wetu, ekufikeni KWENKOSI yetu u‐Yesu Kristu ndawonye nabo bonke abangcwele bayo.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:13
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:7
sati ngenxa yoku, bazalwana! sonwatyiswa pezu kwenu, kuko konke ukubandezelwa kwetu nobunzima betu, ngalo ukolo lwenu
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:7
Home
Bible
Plans
Videos