1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
koko njengokuba sibukiwe NGUTIXO ukuba siyipatiswe ivangeli, siteta kwa njalo; kungengokufuna ukukolisa abantu, kungokufuna ukukolisa UTIXO, ozilingayo intliziyo zetu.
Compare
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:4
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:13
Ngenxa yoku siyabulela KUTIXO nati singayeki, ukuba nakulamkela kuti ilizwi lentshumayelo, e LIKATIXO, nalamkela lalingelilizwi labantu, koko, njengokuba linjalo ngenyaniso, lalililizwi LIKATIXO, eliti kanjako lisebenze kuni nikolwayo.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:13
Home
Bible
Plans
Videos