Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:13
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:13 XHO1902A
Ngenxa yoku siyabulela KUTIXO nati singayeki, ukuba nakulamkela kuti ilizwi lentshumayelo, e LIKATIXO, nalamkela lalingelilizwi labantu, koko, njengokuba linjalo ngenyaniso, lalililizwi LIKATIXO, eliti kanjako lisebenze kuni nikolwayo.