1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba nilwazi ufefe LWENKOSI yetu u‐Yesu Kristu, ukuba wati, nangona ebebutyebi, waba buhlwempu ngenxa yenu, ukuze nina ngobuhlwempu bake nibe butyebi.
Compare
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:9
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:2
ukuba ekulingeni okukulu kwembandezelo ubuninzi bovuyo lwabo nobuhlwempu obubohlekileyo babo bakolisa ukwandela ubutyebi besisa sabo.
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:2
Home
Bible
Plans
Videos