1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kanjako UTIXO unamandla ukwenza ufefe lwonke lukolise ukunandela, ukuze niti, ninokwanela konke ezintweni zonke ngamaxesha onke, nikolise ukwandela yonke imisebenzi elungileyo
Compare
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:8
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:7
Bonke ngabanye mabape njengokuba bezicingela entliziyweni; kungabi ngosizi, umhlaumbi ngokunyanzelwa: ngokuba UTIXO etanda opayo ngokucwayita.
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:7
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:6
Kodwa oku ndiyakutsho: Ohlwayelayo ngokuncinane uya kuvuna nangokuncinane; nohlwayelayo ngokuninzi uya kuvuna nangokuninzi.
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:6
4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:10-11
Kekaloku wanga angati lowo obabala imbewu kumhlwayeli, nesonka sibe kukudla, ababale andise isihlwayelo senu, akulise iziqa̔mo zobulungisa benu; nityetyiswa nje ezintweni zonke kube sisisa sonke, esizuzisayo ngati umbulelo KUTIXO.
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:10-11
5
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:15
Makubulelwe KUTIXO isipo sake esingabalisekileyo.
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:15
Home
Bible
Plans
Videos