1
Izenzo zabapostile 20:35
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndinibonisile zonke izinto, ukuba nisebenza ngokunjalo nifanele ukubaxasa abayimilwelwe, nokuwakumbula amazwi ENKOSI u‐Yesu, ukuba yena wati: Ukupa kutamsanqelekile ngapezu kwokwamkela.
Compare
Explore Izenzo zabapostile 20:35
2
Izenzo zabapostile 20:24
Koko ndingakatali zezizinto nanye, kanjako andibali ubomi bam ngokuba bunqabile kum, ukuze ndifeze uhambo lwam ngovuyo, nobukonzi endabamkelayo KWINKOSI u‐Yesu, ukuba ndinqi̔nise ivangeli yofefe LUKATIXO.
Explore Izenzo zabapostile 20:24
3
Izenzo zabapostile 20:28
Zilumkeleni ngoko, kwa nawo wonke umhlambi enimisiweyo abalindi kuwo NGUMOYA OYINGCWELE, ukuba niyaluse iṙemente KATIXO, ayizuzileyo ngelake igazi.
Explore Izenzo zabapostile 20:28
4
Izenzo zabapostile 20:32
Nokwakaloku nje, bazalwana! ndiyanibekela KUTIXO nakwilizwi lofefe lwake, konamandla okunaka, nokunipa ilifa pakati kwabo bonke abenziwe ngcwele.
Explore Izenzo zabapostile 20:32
Home
Bible
Plans
Videos