1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba kaloku nditomalalisa abantu, UTIXO, kusinina? umhlaumbi ndifuna ukukolisa abantu na? ngokuba abantu ukuba ndibe ndisakolisa bona, ndinge ndingabi ndisisicaka sika‐Kristu.
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:10
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:8
Kodwa nakuba siti tina, umhlaumbi iti ingelosi yasezulwini ishumayele kuni ivangeli epambana naleyo sayishumayela kuni, maibe yinto eqalekisiweyo.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:8
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:3-4
Ufefe malube kuni, noxolo, luvela kuye UTIXO uyise, NENKOSI yetu u‐Yesu Kristu, owazinikelayo ngenxa yezono zetu, ukuze asihlangule kulo elikoyo ilizwe elikohlakeleyo, ngokwentando yake UTIXO nobawo wetu
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:3-4
Home
Bible
Plans
Videos