1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 6:19
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
esinalo njengeyankore yompefumlo, linqabile, liqinisekile, lingena kokupakati kwekuselo kanjako
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 6:19
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 6:10
Ngokuba UTIXO engenguye ongenabulungisa, ukuba alibale umsebenzi wenu, nomzamo wenu wotando, enilubonakalisileyo ngakulo igama lake, senibakonzile nje abangcwele, nisabakonza kanjalo.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 6:10
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 6:18
ukuze siti, ngazo indawo ezimbini ezingaguqulekiyo, ekungenzeki kuzo ukuba axoke UTIXO, sibe nolwonwabiso olwomeleleyo tina sisabeleyo ukulibamba itemba elibekwa pambi kwetu
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 6:18
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 6:1
Ngako oko sishiya nje isifundiso sokuqalela sika‐Kristu, masihambise ngakuyo imfezeko; singabeki kanjako umsekelo woguquko lwokuguquka emisebenzini efileyo, nowenkolo ngakuye UTIXO
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 6:1
Home
Bible
Plans
Videos