1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7:25
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kukona angati kanjalo agqibele ukusindisa abo bezayo ngaye KUTIXO, kuba ehleli amaxesha onke ukubatetelela.
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7:25
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7:26
Ngokuba umperisite onjalo ebesifanekele, ongcwele, ongenatyala, onganco̔lisekileyo, owahlukile kwaboni, opakanyiselwe pezulu pezu kwamazulu
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7:26
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7:27
ongafaneleyo ukuti ixesha ngexesha, njengabaperisite abakulu abo, anikele amadini kube tanci ngenxa yezake izono, kube kamva ngenxa yezabantu; ngokuba oku wakwenza kwa kanye, akuzinikela yena.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7:27
Home
Bible
Plans
Videos