1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 8:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba ndiya kuba netaṙu kuko ukungalungi kwabo, nezono zabo nezigqito zabo andisayi kubuya ndizikumbule.
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 8:12
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 8:10
Ngokuba lulo olu ucebano endiya kulwenza nendlu ka‐Sirayeli emveni kwalomihla, utsho UYEHOVA: Ndiya kubeka imiteto yam engqondweni yabo, napezu kwentliziyo yabo ndoyiba̔la; ndandiya kuba NGUTIXO wabo, bati bona babe ngabantu bam.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 8:10
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 8:11
Baye bengasayi kufundisa omnye ummelwane wake, nomnye umzalwana wake, esiti: Yazi UYEHOVA; ngokuba bonke beya kundazi, kwa kuye omncinane wabo kude kube kuye omkulu wabo.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 8:11
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 8:8
Ngokuba elweya nje lona esiti kubo: Bona ke, imihla iyeza, utsho UYEHOVA, nxa ndiya kwenzela indlu ka‐Sirayeli nendlu ka‐Juda ucebano olutsha
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 8:8
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 8:1
KEKALOKU eyona nto inkulu kwezozinto zite-wayo, yeyokuba sinonjalo engumperisite omkulu, ohleli pantsi ngasekunene kweterone yobukulukazi emazulwini
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 8:1
Home
Bible
Plans
Videos