1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:28
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
kwa njalo u‐Kristu, enikelwe nje kanye ukuba atwale isono sabaninzi, wobonakala ngokwesibini engenasono lube lusindiswa kubo abo bamlindayo.
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:28
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:14
kwoba kangakananina ngakumbi liya kuti igazi lika‐Kristu, owati NGOMOYA ongunapakade wazinikela emsulwa KUTIXO, lihlambulule isazeliso senu emisebenzini efileyo, nize nimkonze UTIXO ohleliyo?
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:14
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:27
Kanjako njengokuba kumiselwa abantu bafe kube kanye, nasemveni kwoko kubeko ukugwetywa
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:27
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:22
Kanjako kuza kuba zizinto zonke ezihlanjulwayo ngegazi ngokwomteto; nangapandle kwokupalazwa kwegazi akuko uxolelo.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:22
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:15
Kanjalo ngenxa yoku ungumlamli wocebano olutsha, ukuba ke, ukufa kwenzelwe nje ukululwa lwezigqito ezibe zipantsi kwocebano lwokuqala, abo babiziweyo bamkele ukudliwa kwedinga lelifa elingunapakade.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 9:15
Home
Bible
Plans
Videos