1
U‐Yisaya 23:18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa okwentengo yayo nomvuzo wayo kwoba ngcwele KUYEHOVA; akuyi kubekelwa, akuyi kutshixelwa kanjalo; koko intengo yayo yoba yeyabo bahleliyo pambi KWOYEHOVA, eyokutya ngokukolisa, neyezivato ezihle.
Compare
Explore U‐Yisaya 23:18
2
U‐Yisaya 23:9
NGUYEHOVA wemikosi okucebileyo, ukuba anco̔lise ir̔atshi lenkazimlo yonke, nokuba adelekise bonke abadumileyo bomhlaba.
Explore U‐Yisaya 23:9
3
U‐Yisaya 23:1
UMGWEBO nge‐Tire. Lilani, zinqanawa zase‐Tareshishe! ngokuba icitakalisiwe, kungabiko indlu, kungabiko ukungena kuyo: kuvela elizweni lama‐Kiti kutyiliwe kubo oku.
Explore U‐Yisaya 23:1
Home
Bible
Plans
Videos