1
Ivangeli ka‐Johane 18:36
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wati u‐Yesu ukupendula: Ubukumkani bam asi bubo obakwelilizwe: ukuba ubukumkani bam bube bubobakwelilizwe, abakonzi bam bebeya kulwa, ukuze ndinganikelwa kuma‐Juda: kodwa kaloku ubukumkani bam asi bubo obuvela apa.
Compare
Explore Ivangeli ka‐Johane 18:36
2
Ivangeli ka‐Johane 18:11
Wati ngoko u‐Yesu ku‐Petrosi: Faka isiṙele sako esinxobeni: indebe endiyinikiweyo NGUBAWO, ndingayiseli na?
Explore Ivangeli ka‐Johane 18:11
Home
Bible
Plans
Videos