1
Ivangeli ka‐Johane 19:30
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wandula u‐Yesu akuba eyamkele iyasine leyo, wati: Kugqityiwe! waza watoba intloko, wanikela umpefumlo.
Compare
Explore Ivangeli ka‐Johane 19:30
2
Ivangeli ka‐Johane 19:28
Emveni kwoku, esazi u‐Yesu ukuba zonke izinto zise zigqityiwe, ukuze sifezwe isiba̔lo, wati: Ndiyanxanwa.
Explore Ivangeli ka‐Johane 19:28
3
Ivangeli ka‐Johane 19:26-27
Waza u‐Yesu akubona unina, nalomdisipile emi kufupi abemtanda, wati kunina: Mfazi, nanko unyana wako! Wandula wati kulomdisipile: Nanko unyoko! Waza umdisipile lowo emveni kweloxeshana wamtabatela ekayeni lake.
Explore Ivangeli ka‐Johane 19:26-27
4
Ivangeli ka‐Johane 19:33-34
Kodwa efikile ku‐Yesu, akubona ukuba usel’ efile yena, awayapula imilenze yake; koko elinye lamasodati lahlaba icala lake ngomkonto, kwaza kwasekupuma igazi namanzi.
Explore Ivangeli ka‐Johane 19:33-34
5
Ivangeli ka‐Johane 19:36-37
Ngokuba zenzekile ezizinto, ukuze isiba̔lo sizaliseke, sokuti: Aliyi kwapulwa nalinye itambo lake. Nakanjako esinye isiba̔lo sitsho ukuti: Baya kukangela lowo bamhlabayo.
Explore Ivangeli ka‐Johane 19:36-37
6
Ivangeli ka‐Johane 19:17
Waza yena etwala ikuruse yake wapuma waya endaweni e‐kutiwa yeyenkankani, leyo kutiwa ngokwama‐Hebere yi‐Gologota
Explore Ivangeli ka‐Johane 19:17
7
Ivangeli ka‐Johane 19:2
Aza amasodati aluka isitsaba ngemitolo, asibeka entlokweni yake, amvatisa ingubo ebomvu
Explore Ivangeli ka‐Johane 19:2
Home
Bible
Plans
Videos