1
Ivangeli ka‐Maraki 9:23
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wayesiti u‐Yesu kuye: Ukuba ungakolwa, zonke izinto ziyenzekela okolwayo.
Compare
Explore Ivangeli ka‐Maraki 9:23
2
Ivangeli ka‐Maraki 9:24
Waza waseledanduluka uyise womfana, wati enenyembezi: Ndiyakolwa, Nkosi! siza ukungakolwa kwam.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 9:24
3
Ivangeli ka‐Maraki 9:28-29
Wati kekaloku akungena endlwini, abadisipile bake bambuza ngasese, besiti: Yinina lento sibe sikohliwe kukumku̔pa tina? Waza wati kubo: Oluhlobo alungepume nganto kupela ngokutandaza nangokuzila ukutya.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 9:28-29
4
Ivangeli ka‐Maraki 9:50
Ityuwa yinto elungileyo; kodwa xeshekweni ityuwa yenziwe ingenabutyuwa, niya kuyivakalisa nganto nina? Yibani netyuwa pakati kwenu, nixolane omnye nomnye.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 9:50
5
Ivangeli ka‐Maraki 9:37
Osukuba esamkela omnye wabantwana abanjalo egameni lam, uyamkela mna; nosukuba esamkela mna, akamkeli mna, koko esamkela lowo wanditumayo.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 9:37
6
Ivangeli ka‐Maraki 9:41
Ngokuba osukuba eniseza indebe yamanzi egameni lam, ngenxa yokuba ningabaka‐Kristu, ngokwenene nditi kuni, akayi kulahlekana nomvuzo wake nakanye.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 9:41
7
Ivangeli ka‐Maraki 9:42
Nosukuba exakanisa omnye wabo bancinane bakolwayo kum, kulungele yena ngakumbi, ukuba ilitye lokusila belibotshwa ngasentanyeni yake, waza waposelwa elwandle.
Explore Ivangeli ka‐Maraki 9:42
8
Ivangeli ka‐Maraki 9:47
Naxeshekweni iliso lako likuxakanisa, liku̔pe; kulungele wena ukuba ungene ebukumkanini BUKATIXO uneliso linye, ngapezu kwokuba uti, unamehlo mabini, uposwe esihogweni somlilo
Explore Ivangeli ka‐Maraki 9:47
Home
Bible
Plans
Videos